IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 25:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Iikherubhi ezo maziwolulele phezulu amaphiko azo, zisikhusele ngamaphiko azo isigubungelo, ubuso bazo bukhangelane.+ Bujonge esigubungelweni ubuso beekherubhi ezo.

  • 1 Samuweli 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+

  • 1 Kumkani 6:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngapha koko, wenza iikherubhi ezimbini+ zomthi oneoli kwelona gumbi lingaphakathi, nganye yazo iziikubhite ezilishumi ukuphakama kwayo.+

  • INdumiso 80:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+

      Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+

      Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share