-
2 Samuweli 13:28INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
28 Wandula ke uAbhisalom wayalela abalindi bakwakhe, esithi: “Yabonani kamsinya nje yakuba intliziyo ka-Amnon ichwayitile yiwayini,+ ndize ngokuqinisekileyo mna ndithi kuni, ‘Mxabeleni uAmnon!’ nize ke nina nimbulale. Ningoyiki.+ Aniyalelwanga ndim na? Yomelelani nize nizingqine ningamadoda angamakroti.”
-