Yoshuwa 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nowayelawula kwiNtaba yeHermon+ naseSaleka nakuyo yonke iBhashan,+ ukuya kufikelela kumda wamaGeshure+ namaMahakati,+ nesiqingatha seGiliyadi, ukuya kummandla kaSihon+ ukumkani waseHeshbhon.+ Yoshuwa 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 neGiliyadi nommandla wamaGeshure+ namaMahakati nayo yonke iNtaba yeHermon+ neBhashan+ yonke, ukuya kufikelela eSaleka;+
5 nowayelawula kwiNtaba yeHermon+ naseSaleka nakuyo yonke iBhashan,+ ukuya kufikelela kumda wamaGeshure+ namaMahakati,+ nesiqingatha seGiliyadi, ukuya kummandla kaSihon+ ukumkani waseHeshbhon.+
11 neGiliyadi nommandla wamaGeshure+ namaMahakati nayo yonke iNtaba yeHermon+ neBhashan+ yonke, ukuya kufikelela eSaleka;+