IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 16:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye abazange bawagxothe amaKanan+ awayehlala eGezere,+ yaye amaKanan aqhubeka ehlala phakathi koEfrayim kude kube namhla,+ enza umsebenzi wobukhoboka esebenza ngokuqhutywa ngebhaxa.+

  • ABagwebi 1:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 NoEfrayim akazange awagxothe amaKanan awayehlala eGezere, kodwa amaKanan aqhubeka ehlala phakathi kwakhe eGezere.+

  • 1 Kumkani 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yiyo le ingxelo engabo babhaliselwe ukusebenza ngokuqhutywa ngebhaxa+ abo uKumkani uSolomon wayebabizele ukuba baze kwakha indlu kaYehova+ nendlu yakhe neSiganga+ sodonga+ lwaseYerusalem neHatsore+ neMegido+ neGezere.+

  • 1 Kronike 6:67
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 67 Ngako oko babanika izixeko zokusabela, iShekem+ namadlelo ayo kummandla weentaba wakwaEfrayim, neGezere+ namadlelo ayo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share