IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye bahlabela mgama bathi: “Ngubani na kwizizwe zakwaSirayeli ongezanga kuYehova eMizpa?”+ Yaye, khangela! akukho namnye uvela eYabheshe-giliyadi+ uzileyo enkampini ebandleni.

  • 1 Samuweli 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UNahashe umAmoni+ wenyuka waza wamisa inkampu nxamnye neYabheshe+ eGiliyadi. Onke ke amadoda aseYabheshe athi kuNahashe: “Yenza umnqophiso nathi ukuze sikukhonze.”+

  • 1 Samuweli 31:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko nangoko esuka onke amadoda anobukroti, ahamba ubusuku bonke aza asithabatha isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe eludongeni lwaseBhete-shan aza eza eYabheshe azitshisela apho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share