IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UNahashe umAmoni+ wenyuka waza wamisa inkampu nxamnye neYabheshe+ eGiliyadi. Onke ke amadoda aseYabheshe athi kuNahashe: “Yenza umnqophiso nathi ukuze sikukhonze.”+

  • 1 Samuweli 31:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngokubhekisele kuye, abemi baseYabheshe-giliyadi+ bakuva oko amaFilisti akwenzayo kuSawule.

  • 2 Samuweli 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko uDavide wahamba waya kuwathabatha amathambo kaSawule+ namathambo kaYonatan unyana wakhe kubanini-mhlaba baseYabheshe-giliyadi,+ ababewabile kwindawo yembutho yaseBhete-shan,+ apho amaFilisti ayebaxhome+ khona mini amaFilisti amxabelayo uSawule eGilbhowa.+

  • 1 Kronike 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bakuva bonke abaseYabheshe+ eGiliyadi awakwenzayo amaFilisti kuSawule.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share