2 Samuweli 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke uDavide wathumela abathunywa kumadoda aseYabheshe-giliyadi+ waza wathi kuwo: “Ngamana ningasikelelwa nguYehova,+ ngenxa yokuba nayenzela obu bubele bothando+ inkosi yenu, uSawule, ngokuthi nimngcwabe.+ 2 Samuweli 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko uDavide wahamba waya kuwathabatha amathambo kaSawule+ namathambo kaYonatan unyana wakhe kubanini-mhlaba baseYabheshe-giliyadi,+ ababewabile kwindawo yembutho yaseBhete-shan,+ apho amaFilisti ayebaxhome+ khona mini amaFilisti amxabelayo uSawule eGilbhowa.+
5 Ngoko ke uDavide wathumela abathunywa kumadoda aseYabheshe-giliyadi+ waza wathi kuwo: “Ngamana ningasikelelwa nguYehova,+ ngenxa yokuba nayenzela obu bubele bothando+ inkosi yenu, uSawule, ngokuthi nimngcwabe.+
12 Ngoko uDavide wahamba waya kuwathabatha amathambo kaSawule+ namathambo kaYonatan unyana wakhe kubanini-mhlaba baseYabheshe-giliyadi,+ ababewabile kwindawo yembutho yaseBhete-shan,+ apho amaFilisti ayebaxhome+ khona mini amaFilisti amxabelayo uSawule eGilbhowa.+