1 Samuweli 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Waza uSamuweli wakwenza oko uYehova akuthethileyo. Wathi akufika eBhetelehem+ amadoda amakhulu esixeko angcangcazela+ akuhlangana naye, aza ke athi: “Ukuza kwakho kuthetha uxolo na?”+ 1 Kumkani 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekuhambeni kwexesha uAdoniya unyana kaHagiti weza kuBhatshebha,+ unina kaSolomon. Yena wathi: “Ngaba uza ngoxolo?”+ wathi: “Ngoxolo.”
4 Waza uSamuweli wakwenza oko uYehova akuthethileyo. Wathi akufika eBhetelehem+ amadoda amakhulu esixeko angcangcazela+ akuhlangana naye, aza ke athi: “Ukuza kwakho kuthetha uxolo na?”+
13 Ekuhambeni kwexesha uAdoniya unyana kaHagiti weza kuBhatshebha,+ unina kaSolomon. Yena wathi: “Ngaba uza ngoxolo?”+ wathi: “Ngoxolo.”