1 Samuweli 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndiye na, ndize ndiwaxabele la maFilisti?” Naye ke uYehova wathi kuDavide: “Yiya, uze uwaxabele amaFilisti uyisindise iKeyila.” 2 Samuweli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti? Uya kuwanikela na esandleni sam?” Wathi uYehova kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani na ndiya kuwanikela amaFilisti esandleni sakho.”+ IMizekeliso 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uze umgqale yena ezindleleni zakho zonke,+ kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho.+
2 Waza uDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndiye na, ndize ndiwaxabele la maFilisti?” Naye ke uYehova wathi kuDavide: “Yiya, uze uwaxabele amaFilisti uyisindise iKeyila.”
19 UDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti? Uya kuwanikela na esandleni sam?” Wathi uYehova kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani na ndiya kuwanikela amaFilisti esandleni sakho.”+