ABagwebi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?” 1 Samuweli 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+ 1 Samuweli 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+ 2 Samuweli 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti? Uya kuwanikela na esandleni sam?” Wathi uYehova kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani na ndiya kuwanikela amaFilisti esandleni sakho.”+ INdumiso 37:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yiqengqele kuYehova indlela yakho,+Uze uthembele ngaye,+ kwaye yena uya kwenza.+ IMizekeliso 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kholosa ngoYehova ngayo yonke intliziyo yakho,+ ungayami ngokwakho ukuqonda.+
1 Kwathi emva kokufa+ kukaYoshuwa oonyana bakaSirayeli babuza+ kuYehova, besithi: “Ngubani na kuthi oya kunyuka kuqala aye kumaKanan ukuze alwe nawo?”
6 Nangona uSawule wayebuza kuYehova,+ uYehova wayengaze amphendule,+ nokuba kungamaphupha+ okanye kungeUrim+ okanye ngabaprofeti.+
8 UDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndiwasukele na la matutu? Ndiya kuwafumana na?” Wathi yena+ kuye: “Sukela, kuba nakanjani na uya kuwafumana, yaye nakanjani na uya kuhlangula.”+
19 UDavide wabuza+ kuYehova, esithi: “Ndinyuke na nxamnye namaFilisti? Uya kuwanikela na esandleni sam?” Wathi uYehova kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani na ndiya kuwanikela amaFilisti esandleni sakho.”+