Duteronomi 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Waboniswa wena, ukuze wazi ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso;+ akukho wumbi ngaphandle kwakhe.+ 2 Kumkani 17:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ezi ntlanga zazimoyika uYehova,+ kodwa zazikhonza imifanekiso yazo eqingqiweyo. Oonyana bazo nabazukulwana bazo basenza kanye njengoko ookhokho babo benzayo de kube namhla. Isaya 42:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “NdinguYehova. Lilo elo igama lam;+ andiluniki omnye uzuko lwam,+ nendumiso yam+ andiyiniki imifanekiso eqingqiweyo.+ Yeremiya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+ Hoseya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intliziyo yakhe ibe nohanahaniso;+ ke uya kuba netyala. “Kukho ubani oya kuqhekeza izibingelelo zakhe; uya kuphanga iintsika zakhe.+ Mateyu 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+ 1 Korinte 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Aninakusela indebe kaYehova+ nendebe yeedemon; aninakuba nenxaxheba “etafileni kaYehova”+ nasetafileni yeedemon. 2 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+
41 Ezi ntlanga zazimoyika uYehova,+ kodwa zazikhonza imifanekiso yazo eqingqiweyo. Oonyana bazo nabazukulwana bazo basenza kanye njengoko ookhokho babo benzayo de kube namhla.
8 “NdinguYehova. Lilo elo igama lam;+ andiluniki omnye uzuko lwam,+ nendumiso yam+ andiyiniki imifanekiso eqingqiweyo.+
11 Lukhe lunanise na uhlanga ngoothixo,+ kwanabo bangengabo oothixo?+ Kodwa bona abantu bam bananise ngozuko lwam ngenxa yoko kungenakuzisa ngenelo.+
2 Intliziyo yakhe ibe nohanahaniso;+ ke uya kuba netyala. “Kukho ubani oya kuqhekeza izibingelelo zakhe; uya kuphanga iintsika zakhe.+
21 Aninakusela indebe kaYehova+ nendebe yeedemon; aninakuba nenxaxheba “etafileni kaYehova”+ nasetafileni yeedemon.
14 Musani ukubotshwa edyokhweni kunye nabangakholwayo.+ Kuba bunabubudlelane buni na ubulungisa nokuchas’ umthetho?+ Okanye kunakwabelana kuni na ukukhanya nobumnyama?+