2 Kumkani 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova. 2 Kronike 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula,+ yaye walawula eYerusalem unyaka omnye. Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri.+ Nehemiya 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+
18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.
2 UAhaziya wayeneminyaka engamashumi amabini anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula,+ yaye walawula eYerusalem unyaka omnye. Yaye igama likanina lalinguAtaliya+ umzukulwana kaOmri.+
26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+