14 Wandula wabona, nanko ukumkani emi ecaleni kwentsika+ ngokwesiko, neentloko namaxilongo+ engakukumkani, yaye bonke abantu belizwe benemihlali+ kwaye bevuthela amaxilongo. Ngoko nangoko uAtaliya+ wazikrazula izambatho zakhe waza wakhala esithi: “Liyelenqe! Liyelenqe!”+