IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kwaye uYehova wamvelisela umchasi+ uSolomon,+ ongulo, uHadadi umEdom wenzala kakumkani. WayekwaEdom.+

  • 2 Kronike 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni.

  • Ezra 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ngonyaka wokuqala kaKoreshi+ ukumkani wasePersi, ukuze ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya+ liphunyezwe, uYehova wavusa+ umoya kaKoreshi ukumkani wasePersi kangangokuba wabangela ukuba kudluliswe isimemezo+ kuwo wonke ummandla wakhe,+ wasibhala, esithi:

  • Isaya 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Heke, umAsiriya yena+ uyintonga yomsindo wam,+ induku esesandleni sam yesiqalekiso!

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share