2 Kumkani 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhazi wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu; ibe akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe njengoDavide ukhokho wakhe.+ 1 Kronike 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 uAhazi+ unyana wakhe, uHezekiya+ unyana wakhe, uManase+ unyana wakhe Isaya 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+ Hoseya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli. Mika 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova elafika kuMika+ waseMoresheti, ngemihla kaYotam,+ ka-Ahazi,+ kaHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda,+ awalibonayo ngokuphathelele iSamariya+ neYerusalem:+ Mateyu 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 u-Uziya wazala uYotham;uYotham+ wazala uAhazi;+uAhazi wazala uHezekiya;+
2 UAhazi wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu; ibe akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe njengoDavide ukhokho wakhe.+
7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+
1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.
1 Ilizwi likaYehova elafika kuMika+ waseMoresheti, ngemihla kaYotam,+ ka-Ahazi,+ kaHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda,+ awalibonayo ngokuphathelele iSamariya+ neYerusalem:+