2 Kumkani 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekuhambeni kwethuba uAzariya walala kookhokho bakhe,+ baza bamngcwaba nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide; yaye uYotham unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+ 2 Kumkani 15:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngonyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya ukumkani wakwaSirayeli, uYotham+ unyana kaUziya+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani. 1 Kronike 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 uAmatsiya+ unyana wakhe, uAzariya+ unyana wakhe, uYotham+ unyana wakhe, 2 Kronike 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYotham+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinesithandathu eYerusalem. Igama likanina lalinguYerusha+ intombi kaTsadoki.
7 Ekuhambeni kwethuba uAzariya walala kookhokho bakhe,+ baza bamngcwaba nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide; yaye uYotham unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.+
32 Ngonyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya ukumkani wakwaSirayeli, uYotham+ unyana kaUziya+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.
27 UYotham+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinesithandathu eYerusalem. Igama likanina lalinguYerusha+ intombi kaTsadoki.