2 Kumkani 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhazi wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu; ibe akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe njengoDavide ukhokho wakhe.+ 2 Kronike 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UAhazi+ wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinesithandathu, yaye akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova njengoDavide ukhokho wakhe.+ Isaya 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+ Hoseya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.
2 UAhazi wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinesithandathu; ibe akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe njengoDavide ukhokho wakhe.+
28 UAhazi+ wayeneminyaka engamashumi amabini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinesithandathu, yaye akazange enze okulungileyo emehlweni kaYehova njengoDavide ukhokho wakhe.+
7 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahazi+ unyana kaYotham unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda, uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, weza eYerusalem ukuba alwe nayo, kodwa akakwazanga ukulwa nayo.+
1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.