Yobhi 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba ndandidla ngokubona nabani na etshabalala ngenxa yokungabi nasambatho,+Okanye lowo ulihlwempu engenasigqubuthelo; INdumiso 106:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Wayebanika ukuba babe ngabasizelekayoPhambi kwabo bonke abo bababambe njengabathinjwa.+ Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
19 Ukuba ndandidla ngokubona nabani na etshabalala ngenxa yokungabi nasambatho,+Okanye lowo ulihlwempu engenasigqubuthelo; INdumiso 106:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Wayebanika ukuba babe ngabasizelekayoPhambi kwabo bonke abo bababambe njengabathinjwa.+ Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+