1 Kumkani 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Naye waqhubeka ezakhela iindawo eziphakamileyo,+ iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+ 2 Kumkani 15:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ziindawo eziphakamileyo kuphela ezingazange zithi shwaka. Abantu babesabingelela beqhumisa nombingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+ Nguye owakha isango eliphezulu lendlu kaYehova.+ 2 Kronike 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wenza iindawo eziphakamileyo+ phezu kweentaba zakwaYuda, ukuba abangele abemi baseYerusalem babe neentlobano zokuziphatha okubi,+ nokuba bawexule uYuda.+ 2 Kronike 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko waphinda wazakha iindawo eziphakamileyo+ ezo uHezekiya uyise wayezidilizile,+ wamisa nezibingelelo+ zooBhahali+ wenza nezibonda ezingcwele,+ waqubuda+ kuwo wonke umkhosi wamazulu+ waza wawukhonza.+
23 Naye waqhubeka ezakhela iindawo eziphakamileyo,+ iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+
35 Ziindawo eziphakamileyo kuphela ezingazange zithi shwaka. Abantu babesabingelela beqhumisa nombingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+ Nguye owakha isango eliphezulu lendlu kaYehova.+
11 Wenza iindawo eziphakamileyo+ phezu kweentaba zakwaYuda, ukuba abangele abemi baseYerusalem babe neentlobano zokuziphatha okubi,+ nokuba bawexule uYuda.+
3 Ngoko waphinda wazakha iindawo eziphakamileyo+ ezo uHezekiya uyise wayezidilizile,+ wamisa nezibingelelo+ zooBhahali+ wenza nezibonda ezingcwele,+ waqubuda+ kuwo wonke umkhosi wamazulu+ waza wawukhonza.+