IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli uHezekiya+ unyana ka-Ahazi+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.

  • Isaya 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+

  • Hoseya 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.

  • Mateyu 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 uHezekiya wazala uManase;+

      uManase+ wazala uAmon;+

      uAmon+ wazala uYosiya;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share