1 Kumkani 21:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Umbonile na indlela azithobe ngayo uAhabhi ngenxa yam?+ Ngenxa yokuba ezithobile ngenxa yam, andiyi kuyizisa intlekele ngemihla yakhe.+ Ndiya kuyizisela intlekele indlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”+ Isaya 39:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Ngenxa yokuba kuya kuqhubeka kukho uxolo nenyaniso+ ngemihla yam.”+ 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
29 “Umbonile na indlela azithobe ngayo uAhabhi ngenxa yam?+ Ngenxa yokuba ezithobile ngenxa yam, andiyi kuyizisa intlekele ngemihla yakhe.+ Ndiya kuyizisela intlekele indlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”+
8 UHezekiya wathi kuIsaya: “Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo.”+ Yaye wahlabela mgama wathi: “Ngenxa yokuba kuya kuqhubeka kukho uxolo nenyaniso+ ngemihla yam.”+
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+