1 Kumkani 16:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UAhabhi unyana kaOmri wenza okubi ngakumbi emehlweni kaYehova kunabo bonke abo babengaphambi kwakhe.+ 2 Kumkani 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi+ waza waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ njengendlu ka-Ahabhi, kuba wayesisalamane sendlu ka-Ahabhi ngomtshato.+ 2 Kronike 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Naye wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi,+ kuba unina+ wayengumcebisi wakhe ekwenzeni okungendawo.
30 UAhabhi unyana kaOmri wenza okubi ngakumbi emehlweni kaYehova kunabo bonke abo babengaphambi kwakhe.+
27 Wahamba ngendlela yendlu ka-Ahabhi+ waza waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova,+ njengendlu ka-Ahabhi, kuba wayesisalamane sendlu ka-Ahabhi ngomtshato.+