7 Yaye nangenxa kaYehu unyana kaHanani umprofeti, lafika ilizwi likaYehova nxamnye noBhahasha nendlu yakhe,+ ngenxa yabo bonke ububi awabenzayo emehlweni kaYehova ngokumcaphukisa+ ngomsebenzi wezandla zakhe,+ ukuze ibe njengendlu kaYerobhoham, nangenxa yokuba wamxabela.+