1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ 1 Kumkani 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UThixo waqhubeka emnika uSolomon ubulumko+ nokuqonda+ ngomlinganiselo omkhulu kakhulu nobubanzi bentliziyo,+ njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle.+ Kolose 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nguye uvimba wabo bonke ubuncwane bobulumko nolwazi.+
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
29 UThixo waqhubeka emnika uSolomon ubulumko+ nokuqonda+ ngomlinganiselo omkhulu kakhulu nobubanzi bentliziyo,+ njengentlabathi eselunxwemeni lolwandle.+