Genesis 31:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku uLabhan wayeye kucheba izimvu zakhe. Ngelo xesha uRakeli weba imilonde-khaya+ kayise. Genesis 31:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ekubeni ke ngoku umkile ngenxa yokuyilangazelela kakhulu indlu kayihlo, ubabeleni, ke ngoko, bona oothixo bam?”+ Hoseya 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kungenxa yokuba oonyana bakaSirayeli baya kuhlala imihla emininzi bengenakumkani,+ bengenankosana, bengenambingelelo,+ bengenantsika, bengenaefodi+ namlonde-khaya.+
30 Ekubeni ke ngoku umkile ngenxa yokuyilangazelela kakhulu indlu kayihlo, ubabeleni, ke ngoko, bona oothixo bam?”+
4 Kungenxa yokuba oonyana bakaSirayeli baya kuhlala imihla emininzi bengenakumkani,+ bengenankosana, bengenambingelelo,+ bengenantsika, bengenaefodi+ namlonde-khaya.+