1 Kumkani 16:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ekugqibeleni uOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa eSamariya; yaye uAhabhi+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 1 Kumkani 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe. 1 Kumkani 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+ 2 Kumkani 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.
28 Ekugqibeleni uOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa eSamariya; yaye uAhabhi+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+
18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.