2 Samuweli 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+ 1 Kumkani 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+ 1 Kronike 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ ukumkani waseTsobha+ eHamati+ njengoko wayesiya kumisa ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+ 2 Kronike 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngapha koko, wenza oomatshini bemfazwe eYerusalem, wayila iinjineli, ukuba zibe phezu kweenqaba+ naphezu kweembombo, ukutola ngamatolo namatye amakhulu. Ngenxa yoko udumo lwakhe+ lwaya kufikelela kude, kuba wancedwa ngokumangalisayo de womelela.
6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+
3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ ukumkani waseTsobha+ eHamati+ njengoko wayesiya kumisa ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+
15 Ngapha koko, wenza oomatshini bemfazwe eYerusalem, wayila iinjineli, ukuba zibe phezu kweenqaba+ naphezu kweembombo, ukutola ngamatolo namatye amakhulu. Ngenxa yoko udumo lwakhe+ lwaya kufikelela kude, kuba wancedwa ngokumangalisayo de womelela.