IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 21:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ngenxa yokuba benza okubi emehlweni am yaye babendicaphukisa ngokuqhubekayo ukususela kwimini abaphuma ngayo ookhokho babo eYiputa kude kube ngalo mhla.’”+

  • 2 Kronike 34:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 ngenxa yokuba beye bandishiya+ baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo,+ ukuze bandicaphukise+ ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo+ yaye umsindo wam+ uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye uwuyi kucinywa.’”+

  • Nehemiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Noko ke, abazange bakuthobele+ baza bakuvukela+ baqhubeka bewunikela umva+ umthetho wakho, bababulala abaprofeti bakho,+ ababenikela ubungqina nxamnye nabo ukuze bababuyisele kuwe;+ yaye baqhubeka besenza izenzo zongakungabi nantlonelo okukhulu.+

  • Isaya 59:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+

  • Yeremiya 5:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+

  • Daniyeli 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 sonile,+ senza ububi, senza ngokungendawo saza savukela;+ yaye siphambukile kwimiyalelo yakho nakwimimiselo yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share