2 Kronike 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu. Nehemiya 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waqhubeka ewufunda+ ngokuvakalayo phambi kwendawo yembutho ephambi kweSango Lamanzi, ukususela ekuthini qheke kwemini+ kwada kwasemini emaqanda, phambi kwamadoda nabafazi nabo banengqiqo; yaye iindlebe+ zabo bonke abantu zaziphulaphule+ incwadi yomthetho. Malaki 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+ Mateyu 13:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Wandula wathi kubo: “Ke ngoko, wonke umyaleli wasesidlangalaleni, xa efundiswe ngobukumkani bamazulu,+ unjengomntu, umnini-ndlu, okhupha kwingqwebo yobuncwane bakhe izinto ezintsha nezindala.”+
9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu.
3 Waqhubeka ewufunda+ ngokuvakalayo phambi kwendawo yembutho ephambi kweSango Lamanzi, ukususela ekuthini qheke kwemini+ kwada kwasemini emaqanda, phambi kwamadoda nabafazi nabo banengqiqo; yaye iindlebe+ zabo bonke abantu zaziphulaphule+ incwadi yomthetho.
7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+
52 Wandula wathi kubo: “Ke ngoko, wonke umyaleli wasesidlangalaleni, xa efundiswe ngobukumkani bamazulu,+ unjengomntu, umnini-ndlu, okhupha kwingqwebo yobuncwane bakhe izinto ezintsha nezindala.”+