Genesis 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+ INdumiso 112:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Inzala yakhe iya kuba namandla emhlabeni.+ ד [Daʹleth]Sona isizukulwana sabathe tye, siya kusikelelwa.+ IMizekeliso 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+ IMizekeliso 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ilungisa lihamba ngengqibelelo yalo.+ Banoyolo oonyana balo emva kwalo.+
19 Kuba ndiye ndaqhelana naye ukuze yena ayalele oonyana bakhe nendlu yakhe emva kwakhe ukuze bagcine indlela kaYehova, benze ngokobulungisa nangokwemigwebo yakhe;+ ukuze uYehova abe nokumzisela ngokuqinisekileyo uAbraham oko akuthethileyo ngaye.”+
2 Inzala yakhe iya kuba namandla emhlabeni.+ ד [Daʹleth]Sona isizukulwana sabathe tye, siya kusikelelwa.+