Yoshuwa 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko izikhulu zathi kubo: “Wayekeni ephila abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano yonke,+ kanye njengoko izikhulu beziwathembisile.”+ Yoshuwa 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngako oko uYoshuwa wawamisela+ ngaloo mini ukuba abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano+ nesibingelelo sikaYehova, kude kube namhla, kwindawo athe wayinyula.+ 1 Kronike 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bona abemi bokuqala ababeselifeni labo ezixekweni zabo yayingamaSirayeli,+ ababingeleli,+ abaLevi+ namaNethini.+ Ezra 2:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Onke amaNethini+ noonyana babakhonzi bakaSolomon babengamakhulu amathathu anamashumi asithoba anesibini.+ Nehemiya 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwaye amaNethini+ ayehlala eOfeli;+ enza umsebenzi wokulungisa ukuya kufikelela ngaphambi kweSango Lamanzi+ ngasempuma nangakwinqaba eveleleyo.
21 Ngoko izikhulu zathi kubo: “Wayekeni ephila abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano yonke,+ kanye njengoko izikhulu beziwathembisile.”+
27 Ngako oko uYoshuwa wawamisela+ ngaloo mini ukuba abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano+ nesibingelelo sikaYehova, kude kube namhla, kwindawo athe wayinyula.+
2 Bona abemi bokuqala ababeselifeni labo ezixekweni zabo yayingamaSirayeli,+ ababingeleli,+ abaLevi+ namaNethini.+
58 Onke amaNethini+ noonyana babakhonzi bakaSolomon babengamakhulu amathathu anamashumi asithoba anesibini.+
26 Kwaye amaNethini+ ayehlala eOfeli;+ enza umsebenzi wokulungisa ukuya kufikelela ngaphambi kweSango Lamanzi+ ngasempuma nangakwinqaba eveleleyo.