Yoshuwa 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 neMizpe+ neKefira+ neMotsa, 1 Kumkani 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+ Yeremiya 40:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.
22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+
6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.