Numeri 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+ Duteronomi 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+ Yoshuwa 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+ INdumiso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+ Hebhere 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+
9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+
3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+
9 Andikuyalelanga na?+ Yiba nesibindi womelele. Musa ukothuka okanye unkwantye,+ kuba uYehova uThixo wakho unawe naphi na apho uya khona.”+
27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+
5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+