Eksodus 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bathi bakuyibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye: “Yintoni le?” Kuba babengazi ukuba yintoni na. Ngoko ke wathi uMoses kubo: “Sisonka aninike sona uYehova ukuba nisidle.+ Numeri 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku, imana leyo+ ibinjengembewu yekoriyandire,+ yaye inkangeleko yayo ibinjengenkangeleko yentlaka yebhideliyu.+ Yoshuwa 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko imana yaphela kusuku olulandelayo bakuba bedle enye yemveliso yelizwe, yaye imana ayizange ibekho kwakhona koonyana bakaSirayeli,+ baza badla enye yemveliso yelizwe lakwaKanan ngaloo nyaka.+
15 Bathi bakuyibona oonyana bakaSirayeli, bathi omnye komnye: “Yintoni le?” Kuba babengazi ukuba yintoni na. Ngoko ke wathi uMoses kubo: “Sisonka aninike sona uYehova ukuba nisidle.+
7 Ke kaloku, imana leyo+ ibinjengembewu yekoriyandire,+ yaye inkangeleko yayo ibinjengenkangeleko yentlaka yebhideliyu.+
12 Ngoko imana yaphela kusuku olulandelayo bakuba bedle enye yemveliso yelizwe, yaye imana ayizange ibekho kwakhona koonyana bakaSirayeli,+ baza badla enye yemveliso yelizwe lakwaKanan ngaloo nyaka.+