Ezra 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+ Ezra 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye undolulele ububele bakhe bothando+ phambi kokumkani nabacebisi bakhe+ nangokuphathelele zonke iinkosana ezinamandla zikakumkani. Yaye mna ndazomeleza ngesandla+ sikaYehova uThixo wam esasiphezu kwam, ndaza ndaqokelela kwaSirayeli abaziintloko ukuba benyuke nam.
6 uEzra lowo wenyuka waya eBhabhiloni; yaye wayengumkhupheli olichule+ womthetho kaMoses,+ owawuvela kuYehova uTHIXO kaSirayeli, kangangokuba ukumkani wamnika konke awayekucelile, ngesandla sikaYehova uThixo wakhe esasiphezu kwakhe.+
28 Yaye undolulele ububele bakhe bothando+ phambi kokumkani nabacebisi bakhe+ nangokuphathelele zonke iinkosana ezinamandla zikakumkani. Yaye mna ndazomeleza ngesandla+ sikaYehova uThixo wam esasiphezu kwam, ndaza ndaqokelela kwaSirayeli abaziintloko ukuba benyuke nam.