IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waqhubeka ewufunda+ ngokuvakalayo phambi kwendawo yembutho ephambi kweSango Lamanzi, ukususela ekuthini qheke kwemini+ kwada kwasemini emaqanda, phambi kwamadoda nabafazi nabo banengqiqo; yaye iindlebe+ zabo bonke abantu zaziphulaphule+ incwadi yomthetho.

  • Luka 10:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Wathi kuye: “Kubhalwe ntoni na eMthethweni?+ Ufunda njani na?”

  • IZenzo 13:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Emva kofundo lwasesidlangalaleni loMthetho+ nolwabaProfeti amagosa ongamelayo+ kwindlu yesikhungu athumela kubo, esithi: “Madoda, bazalwana, ukuba kukho naliphi na ilizwi eninalo lokukhuthaza abantu, lixeleni.”

  • IZenzo 15:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba ukususela kumaxesha amandulo kwizixeko ngezixeko uMoses ebenabo abo bamshumayelayo, ngenxa yokuba ufundwa ngokuvakalayo kwizindlu zesikhungu zonke iisabatha.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share