Yoweli 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Zenza amaqashiso ngabantu bam;+ zazinikela ngomntwana oyinkwenkwe ngenxa kanongogo,+ nomntwana oyintombazana zamthengisa ngenxa yewayini, ukuze zisele. Obhadiya 11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngemini owamela kude ecaleni ngayo, mhla abasemzini bathabathela umkhosi wamajoni akhe ekuthinjweni+ naxa abasemzini bangena esangweni lakhe+ baza bayenzela amaqashiso iYerusalem,+ nawe wawunjengomnye wabo. Mateyu 27:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Akumbethelela+ abelana ngezambatho zakhe zangaphezulu+ ngokwenza amaqashiso,+
3 Zenza amaqashiso ngabantu bam;+ zazinikela ngomntwana oyinkwenkwe ngenxa kanongogo,+ nomntwana oyintombazana zamthengisa ngenxa yewayini, ukuze zisele.
11 Ngemini owamela kude ecaleni ngayo, mhla abasemzini bathabathela umkhosi wamajoni akhe ekuthinjweni+ naxa abasemzini bangena esangweni lakhe+ baza bayenzela amaqashiso iYerusalem,+ nawe wawunjengomnye wabo.