Estere 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Emva kwezi zinto uKumkani uAhaswerosi wamenza mkhulu uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa+ wambeka etroneni yakhe ngaphezu kwazo zonke ezinye iinkosana ezazikunye naye.+ Estere 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UHaman wahlabela mgama wathi: “Ngaphezu koko, ukumkanikazi uEstere akukho mntu wumbi amngenise nokumkani kwisidlo abesenzile ngaphandle kwam,+ yaye nangomso+ undimemile nokumkani.
3 Emva kwezi zinto uKumkani uAhaswerosi wamenza mkhulu uHaman+ unyana kaHamedata umAgagi+ waza wamphakamisa+ wambeka etroneni yakhe ngaphezu kwazo zonke ezinye iinkosana ezazikunye naye.+
12 UHaman wahlabela mgama wathi: “Ngaphezu koko, ukumkanikazi uEstere akukho mntu wumbi amngenise nokumkani kwisidlo abesenzile ngaphandle kwam,+ yaye nangomso+ undimemile nokumkani.