IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 22:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Waza waphendula uElifazi umTeman wathi:

  • Yobhi 22:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ngaba ububi bakho abusele bubukhulu ngokugqithiseleyo,+

      Yaye ngaba iziphoso zakho aziyi kuphela?

  • IMizekeliso 27:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yiba nobulumko, nyana wam, uze uyenze ibe nemihlali intliziyo yam,+ ukuze ndimphendule ondingcikivayo.+

  • Mateyu 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+

  • ISityhilelo 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Musa ukuzoyika izinto osele uza kubandezeleka ngazo.+ Khangela! UMtyholi+ uya kuhlala ephosa bambi benu entolongweni ukuze nivavanywe+ ngokupheleleyo, nokuze nibe nembandezelo+ imihla elishumi. Zingqine uthembekile kude kuse ekufeni,+ mna ke ndokunika isithsaba sobomi.+

  • ISityhilelo 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngamnye wabo wanikwa umwunduzo omhlophe;+ baza baxelelwa ukuba basaya kuphumla ithuba elincinane, lide liphelele inani labazalwana babo abangamakhoboka angamadlelane abo, ababesele beza kubulawa+ nabo njengabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share