Eksodus 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Baphambuke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ukuba bahambe ngayo.+ Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo, baqubuda kuwo, babingelela kuwo besithi, ‘Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.’”+ 1 Samuweli 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ndiyazisola+ kuba ndibangele uSawule walawula njengokumkani, ngenxa yokuba uyekile+ ukundilandela, akawaphumeza namazwi am.”+ Kwambandezela oku uSamuweli,+ waza wakhala kuYehova ubusuku bonke.+
8 Baphambuke ngokukhawuleza endleleni endabayalela ukuba bahambe ngayo.+ Bazenzele umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo, baqubuda kuwo, babingelela kuwo besithi, ‘Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.’”+
11 “Ndiyazisola+ kuba ndibangele uSawule walawula njengokumkani, ngenxa yokuba uyekile+ ukundilandela, akawaphumeza namazwi am.”+ Kwambandezela oku uSamuweli,+ waza wakhala kuYehova ubusuku bonke.+