Isaya 34:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwiinqaba zalo zokuhlala kumele kuphume ameva, irhawu nokhula olunameva kwiindawo zalo ezinqatyisiweyo;+ yaye limele libe yindawo yokuhlala oodyakalashe,+ intendelezo yeenciniba.+ Isaya 35:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye umhlaba obharhiswe bubushushu uya kuba njengechibi elineengcongolo, nomhlaba onxaniweyo ube njengemithombo yamanzi.+ Kwindawo ababutha kuyo oodyakalashe,+ kuya kubakho ingca eluhlaza kunye neengcongolo nezityalo zomkhanzi.+
13 Kwiinqaba zalo zokuhlala kumele kuphume ameva, irhawu nokhula olunameva kwiindawo zalo ezinqatyisiweyo;+ yaye limele libe yindawo yokuhlala oodyakalashe,+ intendelezo yeenciniba.+
7 Kwaye umhlaba obharhiswe bubushushu uya kuba njengechibi elineengcongolo, nomhlaba onxaniweyo ube njengemithombo yamanzi.+ Kwindawo ababutha kuyo oodyakalashe,+ kuya kubakho ingca eluhlaza kunye neengcongolo nezityalo zomkhanzi.+