IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 39:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+

      Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+

      Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+

  • IMizekeliso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+

  • IMizekeliso 23:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Musa ukubulalekela ukuzuza ubutyebi.+ Yeka okwakho ukuqonda.+

  • INtshumayeli 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndaza, mna, ndakuthiya ukusebenza nzima endakwenzayo phantsi kwelanga,+ ekubeni ndiya kukushiya nomntu oya kubakho emva kwam.+

  • Yeremiya 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Njengesakhwatsha esihlanganisele ndawonye oko singakuzalanga unjalo lowo wenza ubutyebi, kodwa kungekho ngokusesikweni.+ Uya kubushiya+ esiqingatheni semihla yakhe, kwaye ekupheleni kwakhe uya kuba ngongenangqiqo.”+

  • Luka 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share