IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 11:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.

  • INdumiso 17:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kumadoda, ngesandla sakho, Yehova,+

      Kumadoda ale nkqubo+ yezinto, asabelo sawo sikobu bomi,+

      Nasisu sawo usizalisa ngobuncwane obufihliweyo,+

      Anelisekileyo ngoonyana+

      Nabekela abantwana bawo oko kushiyekileyo.+

  • INdumiso 39:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+

      Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+

      Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+

  • Luka 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share