IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+

  • Isaya 53:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+

  • Yeremiya 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiye ndanikela ingqalelo,+ ndaza ndaqhubeka ndiphulaphule.+ Ibingalunganga indlela esiye saqhubeka sithetha ngayo. Kwakungekho mntu uguqukayo ebubini bakhe,+ esithi, ‘Yintoni na le ndiyenzileyo?’ Ngamnye ubuyela kwikhondo elithandwayo,+ kanye njengehashe eliphalayo lisiya edabini.

  • Zefaniya 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 nabo bahlehlayo ekulandeleni uYehova+ nabo bangamfunanga uYehova nabangabuzanga ngaye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share