IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 12:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Umoya+ wamgubungela uAmasayi, intloko yabo bangamashumi amathathu, wathi:

      “Singabakho, Davide, singakuwe,+ nyana kaYese.

      Uxolo, uxolo malube nawe, kunye nalowo ukuncedayo,

      Kuba uThixo wakho ukuncedile.”+

      Ngoko wabamkela uDavide waza wababeka phakathi kweentloko zabaphumi-mkhosi.+

  • INdumiso 118:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UYehova usecaleni lam; andiyi koyika.+

      Angandenza ntoni na umntu wasemhlabeni?+

  • Roma 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+

  • Hebhere 13:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share