IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 17:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ukuze ingaphakami intliziyo yakhe phezu kwabazalwana bakhe,+ angatyeki emyalelweni aye ekunene okanye ekhohlo,+ aze ayolule imihla yakhe ebukumkanini+ bakhe, yena noonyana bakhe phakathi kukaSirayeli.

  • INdumiso 75:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ndathi kwabazizidenge: “Musani ukuba zizidenge,”+

      Ndaza ndathi kwabangendawo: “Musani ukuluphakamisa uphondo.+

  • Isaya 37:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngenxa yokuba ukuvuseleleka kwakho nxamnye nam+ nokugquma kwakho kunyuke kweza ezindlebeni zam.+

      Ngokuqinisekileyo ndiya kufaka igwegwe lam empumlweni yakho nomkhala wam phakathi kwemilebe yakho,+

      Yaye eneneni ndiya kukubuyisa ngendlela oze ngayo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share