IMizekeliso 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Musa ukubamonela abantu abanobubi,+ uze ungakunqweneli ukuhlala nabo.+ Isaya 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Owu Yehova, isandla sakho siphakamile,+ kodwa abakuboni oko.+ Baya kubona baze babe neentloni+ ngenzondelelo ngabantu bakho. Ewe, wona kanye umlilo+ weentshaba zakho uya kuzidla uzigqibe. Hoseya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+
11 Owu Yehova, isandla sakho siphakamile,+ kodwa abakuboni oko.+ Baya kubona baze babe neentloni+ ngenzondelelo ngabantu bakho. Ewe, wona kanye umlilo+ weentshaba zakho uya kuzidla uzigqibe.
9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+