16 Kwaye bona kanye aba bantu babaprofetelayo baya kuphoselwa phandle ezitratweni zaseYerusalem ngenxa yendlala nekrele, kungekho bani wokubangcwaba—bona, nabafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo.+ Yaye ndiza kuyiphalazela phezu kwabo intlekele yabo.’+