Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba akungoThixo oyoliswayo bubungendawo;+Akukho namnye onobubi onokuhlala nexeshana nawe.+ INdumiso 71:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ubulungisa bakho, Thixo, bufikelela kwindawo ephakamileyo;+Ngokuphathelele izinto ezinkulu ozenzileyo,+Owu Thixo, ngubani na onjengawe?+ INdumiso 97:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ujikelezwe ngamafu nesithokothoko;+Ubulungisa nomgwebo yindawo ekumiswe kuyo itrone yakhe.+ INdumiso 145:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova ulilungisa kuzo zonke iindlela zakhe+Yaye unyanisekile kuyo yonke imisebenzi yakhe.+ IMizekeliso 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+ ISityhilelo 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
19 Ubulungisa bakho, Thixo, bufikelela kwindawo ephakamileyo;+Ngokuphathelele izinto ezinkulu ozenzileyo,+Owu Thixo, ngubani na onjengawe?+
12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+
3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+