Eksodus 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+ Numeri 23:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Akawananzanga nawaphi na amandla angaqhelekanga+ asetyenziswa nxamnye noYakobi,Akabonanga nkathazo nxamnye noSirayeli.UYehova uThixo wakhe unaye,+Ukukhahlelwa kakhulu kukakumkani kuphakathi kwakhe.
2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+
21 Akawananzanga nawaphi na amandla angaqhelekanga+ asetyenziswa nxamnye noYakobi,Akabonanga nkathazo nxamnye noSirayeli.UYehova uThixo wakhe unaye,+Ukukhahlelwa kakhulu kukakumkani kuphakathi kwakhe.